Ami Faku – Ubuhle Bakho Lyrics

Ami Faku - Ubuhle Bakho Lyrics

Ami Faku Ubuhle Bakho Lyrics Mp3 Download: Fakaza, Listen online and enjoy The Lyrics, Video of your favorite Local Songs and Hip-hop music delivered to you in South Africa

People search for Ami Faku most Hit song on the South African Music industry and here are songs available on Fakaza Music, Youtube Music with a speed downloads @ 320kbps in free mp3 format.

Stream, Listen, Share

The Lyrics for Ubuhle Bakho by Ami Faku have been translated

Uyabona ndinovuyo
Xa ndibona ubuso bakho
Ndibulel’ umdali

Ngondipha wena
Ndize ngobuhle
Nangozithoba
Ndithembe ndiyacela
Andisoze ndikumoshe

ALSO DOWNLOAD:  Mr JazziQ - Umsebenzi Wethu Lyrics

Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya konke
Xa ukhona
Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya mehlo
Xa ukhona

Ndike ndicinge uba uzondishiya
Uphinde kwawena undithande
Ndizwe ndisithi
Ulubambo lwami
Ndohlala ndifuna wena

Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya konke
Xa ukhona
Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya mehlo
Xa ukhona

Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya konke
Xa ukhona
Ubuhle bakho bobeGolide
Kukhanya mehlo
Xa ukhona

Andiphinde ndjike baby
Ndok’thanda kuyopheli mini
Andiphinde ndijike baby
Ndok’thanda Kuyopheli mini