Ringo Madlingozi Ndiyagodola lyrics

Ringo Madlingozi Songs

Ringo Madlingozi Ndiyagodola lyrics Mp3 Download: Sahubs Music Most watch Youtube video song comes Ringo Madlingozi 2020 songs Ndiyagodola lyrics, Ringo Madlingozi is a South African singer, songwriter, producer, and the Genre of Dance/Electronic, who has been active over the years, who released his debut album Sondelani, Jayiva Sbali, Vulani, New Beginnings, and has performed with top artists in, South Africa. He is known for hit songs like “Sondela”, “Kum Nakum” among other songs.

Ringo Madlingozi Ndiyagodola lyrics Mp3 Download.

Ringo Madlingozi had an amazing 2019 with massive Youtube views, and Shows, he has successfully released new projects for the Year 2020.

[Chorus]
Ingab’ uphi we sthandwa sam’
Kuyaband’ aph’ ekhaya
‘Zobuya nin, oh dali wam
Mh, ndyagodola

[Indinyana 1]
Okoko wemk’ aph’ ekhaya
Eli khay’ ayiselo khaya
Kumnyama lonk’ ixesha
Mh, ndyagodola (ndyagodola)

Andisakwazi nokulala
Kuyaband ubuthong’ abukho
Ilanga selanditshonela
Mh, ndyagodola

[Chorus]
Ingab’ uphi we sthandwa sam’
Kuyaband’ aph’ ekhaya
‘Zobuya nin, oh dali wam
Mh, ndyagodola

[Bridge]
Ingub’ezininzi mama, oh azindincedi
(Ho sthandwa sam’)
Noba sendizifudumeza, oh akusebenzi
(Ho sthandwa sam’)

[Chorus]
Ingab’ uphi westhandwa sam
Kuyaband’ aph’ ekhaya
‘Zobuya nin, oh nunu wam
Mh, ndyagodola

Ingab’ uphi westhandwa sam
Kuyaband’ aph’ ekhaya
‘Zobuya nin, oh sana lwam
Mh, ndyagodola

[Indinyana 2]
Khawundixelele, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Awundkhumbuli na wena?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Khumbul’ ingoma yethu, yhoo
Sofa silahlane mna nawe (ndyagodola)

Khand’bonise, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Ndiyilahle phi na le ngoma?
(hay hay hayi hayibo!)
Ubusuku bude ukuty’ akungeni
Sofa silahlane mna nawe

Khand’bonise, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Awundikhumbuli na wena?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Wenza ntoni na mama?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Awundikhumbuli na sthandwa sam’
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Ngob’ uyayazi nawe andiphelelanga
Ngaphandle kwakho wena
(hay, hay, hayi, hayibo!)
Khandixelele, mama
Sofa silahlane mna nawe
Ndyagodola

Khandixelele, mama, ma
Uyandthanda, noba ndyagodola