Berita ft Amanda Black – Siyathandana lyrics

Berita ft Amanda Black – Siyathandana lyrics

Berita ft Amanda Black Siyathandana lyrics Mp3 Download: Fakaza, Listen online and enjoy The Lyrics, Video of your favorite Local Songs and Hip-hop music delivered to you in South Africa

Xa ebizwa amagama ethu ezulwini
Zoba secaleni kwakho
Xakufika imini yokugqibela
Zoba secaleni kwakho

Nasemnqamlezweni
Hlal’ uyazi zobase caleni kwakho
Hlal’ uyazi
Ecaleni kwakho

Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’ s’yathandana
Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’ siyavana
Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’ sikunye
Till the end

Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’ s’yathandana
Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’ siyavana
Yena nam’ ubaby wam’
Yena nam’, till the end
Ungowokuqala endicinga ngaye
NgoLwesibini, ndadibana naye
Ngoku mathathu amazwi endinawo

NgoLwesine, NgoLwesihlanu, ndingowakho
Nguwe olawula ingqondo yam’
(Nguwe olawula ingqondo yam’)
Iyo waphola umphemfulo wam’
(Iyo waphola umphemfulo wam’)
Wandiphandla amehlo am’
(Wandiphandla amehlo am’)
Tsho yaxola inhliziyo yami, yeah
Yena nam’…