Phakamisa ingcinga zethu lyrics

phakamisa ingcinga zethu lyrics

Phakamisa ingcinga zethu lyrics Mp3 Download: Fakaza, Listen online and enjoy The Lyrics, Video of your favorite Local Songs and Amapiano Mix delivered to you in South Africa

There’s nothing here, yet
Do you want submit this lyric?
Submit Lyric

X106 Phakamis’ iingcinga zethu
1 Phakamisa iingcinga zethu
Moya oyingcwele
Sikhumbula izenzo zakho
Sizishumayele

Fill our minds Holy Spirit,
help us to remember and
proclaim your mighty works.

2 Laya mini wehla ngayo
Ma iphindwe kuthi
Uze lowo mlilo wakho
Uwe apha kuthi

Fill us again with the
fire that descended
on Pentecost.

3 Chukumisa iilwemi zethu
Zikushumayele
Tshisa intliziyo zethu
Sizithandazele

Set our hearts on fire,
Touch our tongues.
Help us to pray.

4 Ukufezwa kwamadinga
Sikulinde apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha

We are waiting for
the fulfillment of your promise.
Come Holy Spirit.
Work in us.

5 Yiza uxela iswaqhwithi
Uzalise indawo
Size sive amandla akho
Kwa nokwenza kwakho

Come as a storm and fill this place
Until we feel your power
And your mighty works.

6 Sinxhamele ukuhla kwakho
Moya oyingcwele
Yiva umthandazo wethu
Uze usihlele.  Amen

Holy Spirit we long for you
Descend on us, hear our prayer.

Tags: